Itshesi
Itshesi (chess) ngumdlalo othi udlalwe ngabantu ababini, odlalelwa kwibhodi enebhokisi ezingamashumi anesithandathu anesine. Itshesi ngowona mdlalo uxatyisiweyo ngakumbi ngabantu abadala ngokweminyaka. Umdlali ngamnye xa eqala ukudlala uqala afumane amaxhoba okudlala angamashumi anesithandthu: Inkosi enye, Inkosazana enye, Omongamelin ababini, Amajoni asibhozo kunye namahashe amabini.
Onke lamaxhobo ahamba/dlalwa ngendlela eyahlukaneyo. Lamxhoba asetyenziswa ngokuhlasela okanye ukukhusela awakho amaxhoba. Xa umdlali omnye ephmelele uye akhwaze athi, "checkmate". Xa umdlali esithi checkmate sube evalele inkosi yomnye umndlali.
Iindawo edlalwa kuzo itshesi
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]- Ezikolweni
- Emakhayeni
Imithetho[1]
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]- Umdlali akangxoli xa edlala itshesi.
- Amaxhoba amhlophe ngawo ahamba kuqala.
- Umdlali akadlali kabini, udlala atsho alinde omnye umdlali adlale.
Imbalelwano chess
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]Kukuwahluka kwechess apho umdlali ngamnye ehlala kude nomchasi wakhe kwaye banxibelelana neentshukumo zabo nge-imeyile (ngaphambili ngeposi). Ixesha lokuphendula lilinganiswa ngeentsuku kwaye umdlalo unokuthatha iinyanga okanye iminyaka ukugqiba.
I-International Correspondence Chess Federation (ICCF) [2] eyasungulwa kwi-1951, inoxanduva lokuququzelela ii-Olimpiki kunye neeNtshatsheli zehlabathi kule ndlela.
Iintshatsheli zechess zembalelwano zehlabathi
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]# | Iminyaka | Intshatsheli | LLizwe | |
---|---|---|---|---|
01. | 1950-1953 | Cecil Purdy | Ostreliya | [3] |
02. | 1956-1959 | Viacheslav Ragozin | Rashiya | [4] |
03. | 1959-1962 | Alberic O'Kelly | Belgium | [5] |
04. | 1962-1965 | Vladimir Zagorovsky | Rashiya | [6] |
05. | 1965-1968 | Hans Berliner | United States | [7] |
06. | 1968-1971 | Horst Rittner | Jamani | [8] |
07. | 1972-1976 | Jacob Estrin | Rashiya | [9] |
08. | 1975-1980 | Jorn Sloth | Denmark | [10] |
09. | 1977-1983 | Tonu Oim | Estoniya | [11] |
10. | 1978-1984 | Vytas Palciauskas | United States | [12] |
11. | 1983-1989 | Fritz Baumbach | Jamani | [13] |
12. | 1984-1991 | Grigory Sanakoev | Rashiya | [14] |
13. | 1989-1998 | Mikhail Umansky | Rashiya | [15] |
14. | 1994-2000 | Tonu Oim | Estoniya | [16] |
15. | 1996-2002 | Gert Timmerman | Netherlands | [17] |
16. | 1999-2004 | Tunc Hamarat | Ostriya | [18] |
17. | 2002-2007 | Ivar Bern | Norway | [19] |
18. | 2003-2005 | Joop van Oosterom | Netherlands | [20] |
19. | 2004-2007 | Christophe Leotard | Fransi | [21] |
20. | 2004-2011 | Pertti Lehikoinen | Finland | [22] |
21. | 2005-2008 | Joop van Oosterom | Netherland | [23] |
22. | 2007-2010 | Aleksandr Dronov | Rashiya | [24] |
23. | 2007-2010 | Ulrich Stephan | Jamani | [25] |
24. | 2009-2011 | Marjan Semri | Slovenia | [26] |
25. | 2009-2013 | Fabio Finocchiaro | Itali | [27] |
26. | 2010-2014 | Ron Langeveld | Netherlands | [28] |
27. | 2011-2014 | Aleksandr Dronov | Rashiya | [29] |
28. | 2013-2016 | Leonardo Ljubicic | Croatia | [30] |
29. | 2015-2018 | Aleksandr Dronov | Rashiya | [31] |
30. | 2017-2019 | Andrey Kochemasov | Rashiya | [32] |
31. | 2019-2022 | Fabian Stanach Christian Muck Ron Langeveld |
Poland Ostriya Netherland |
[33] |
32. | 2020-2022 | Jon Edwards | United States | [34] |
Ngembalelwano Chess Olympiads
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]# | Iminyaka | iMbasa yeGolide | iMbasa yeSilivere | iMbasa yeBronzi |
---|---|---|---|---|
01. | 1949-1952 | Hangari | Tshiskoslovakiya | Sweden |
02. | 1952-1955 | Tshiskoslovakiya | Sweden | Jamani |
03. | 1958-1961 | Soviet Union | Hangari | Yugoslavia |
04. | 1962-1964 | Soviet Union | Jamani yeDemokhrasi | Sweden |
05. | 1965-1968 | Tshiskoslovakiya | Soviet Union | Ntshona Jamani |
06. | 1968-1972 | Soviet Union | Tshiskoslovakiya | Jamani yeDemokhrasi |
07. | 1972-1976 | Soviet Union | Bhulgariya | Britani |
08. | 1977-1982 | Soviet Union | Hangari | Britani |
09. | 1982-1987 | Britani | Ntshona Jamani | Soviet Union |
10. | 1987-1995 | Soviet Union | England | Jamani yeDemokhrasi |
11. | 1992-1999 | Tshikoslovakiya Jamani |
Canada Skotlani | |
12. | 1998-2004 | Jamani | Lithunia | Latvia |
13. | 2004-2009 | Jamani | eCzech | Poland |
14. | 2002-2006 | Jamani | Lithunia | United States |
15. | 2006-2009 | Norway | Jamani | Netherlands |
16. | 2010-2016 | eCzech | Jamani | Fransi |
17. | 2009-2012 | Jamani | Spain | Itali |
Imithombo
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]- ↑ http://www.chess.com/learn-how-to-play-chess
- ↑ ICCF
- ↑ 1° Ilintshatsheli
- ↑ 2° Ilintshatsheli
- ↑ 3° Ilintshatsheli
- ↑ 4° Ilintshatsheli
- ↑ 5° Ilintshatsheli
- ↑ 6° Ilintshatsheli
- ↑ 7° Ilintshatsheli
- ↑ 8° Ilintshatsheli
- ↑ 9° Ilintshatsheli
- ↑ 10° Ilintshatsheli
- ↑ 11° Ilintshatsheli
- ↑ 12° Ilintshatsheli
- ↑ 13° Ilintshatsheli
- ↑ 14° Ilintshatsheli
- ↑ 15° Ilintshatsheli
- ↑ 16° Ilintshatsheli
- ↑ 17° Ilintshatsheli
- ↑ 18° Ilintshatsheli
- ↑ 19° Ilintshatsheli
- ↑ 20° Ilintshatsheli
- ↑ 21° Ilintshatsheli
- ↑ 22° Ilintshatsheli
- ↑ 23° Ilintshatsheli
- ↑ 24° Ilintshatsheli
- ↑ 25° Ilintshatsheli
- ↑ 26° Ilintshatsheli
- ↑ 27° Ilintshatsheli
- ↑ 28° Ilintshatsheli
- ↑ 29° Ilintshatsheli
- ↑ 30° Ilintshatsheli
- ↑ 31° Ilintshatsheli
- ↑ 32° Ilintshatsheli